Malunga

Iamandla.mobi ikhokela amaphulo eyakha amagunya okwenene abantu abaNtsundu, kujoliswe ngokukodwa kumabhinqa aNtsundu amkela umvuzo ophantsi

Malunga

Singoobani

Wasekwa ngenkolelo yokuba wonke umnxeba ophathwayo ungasisixhobo sokwakha idemokhrasi, iamandla.mobi ngumbutho osakhulayo okhokelwa ngamanina aNtsundu afumana umrholo ophantsi ashenxisela amagunya kuMzantsi Afrika onobulungisa, nolinganayo.

Esikwenzayo

Iamandla.mobi iphuhlise ulwazinkqubo olulungelelanisiweyo loququzelelo, esilusebenzisela ukugaya inkxaso yezimvo zethu sonke zombutho wethu ngamaxesha abalulekileyo ngamaphulo ekujoliswe kuwo, aququzelelweyo nanesicwangcisoqhinga azisa utshintsho olubonakalayo kubantu abaninzi abachatshazelwe yintswelabulungisa.
Esikwenzayo

Iamandla.mobi yamkela uqhagamshelwano ngezixhobo zobuchwepheshe eziphathwayo ukuququzelela, ukumanyanisa nokuvakalisa izimvo zabo bachaphazeleka kakhulu yintswelabulungisa ize ixhobise amalungu ombutho wethu ngezixhobo nangezicwangcisoqhinga ukuthatha inyathelo ngokuhlangeneyo. Njengoko umbutho ongqingqwa osondele kwimiliyoni enye usebenza kunye ukusayina amaphepha oluhlu lwezikhalazo, ukuthabatha inxaxheba ekuboniseni ekuhleni izikhalazo kuze kuthatyathwe inxaxheba kwinqanaba lengingqi, sifikelela ngokukuko kubathathizigqibo abanamagunya okuqhuba utshintsho – kwaye sibenze bathabathe uxanduva. Sikunye, singena nzulu ukuqinisekisa ukuba iminyango ayinakuze ivaleke kwaye ugayo lwenkxaso lwethu lungaze luyeke, nokuba ngaba sinyusa uxinzelelo loluntu okanye siqhuba amandla ephulo ngemiba jikelele.

0 M+

Amanyathelo enkxaso

0 K+

Amaphulo akhokelwa nguwe

0 K+

Ungeniso lwezimvo/ukunika amanqakwana kwabahlali

0 M+

Ubomi buphenjelelwa ngokwakhayo

Meet The Team

Please click on the image to view the bio.

Koketso Moeti

Founding Executive Director

Koketso Moeti

Founding Executive Director

Paul Mason

Partnerships and Tech Manager

Paul Mason

Partnerships and Tech Manager

Tlou Seopa

Senior Campaigner

Tlou Seopa

Senior Campaigner

Palesa Ramolefo

Campaigner

Zintle Tyuku

Lead Member Engagement Officer

Zintle Tyuku

Organising Lead and Fellowship Coordinator

Thabisile Miya

awethu.mobi Coordinator

Thabisile Miya

awethu.mobi Coordinator

Tebogo Malatji

Member Engagement officer

Tebogo Malatji

Member Engagement officer

Audry Xaba

Finance and Operations Officer

Audry Xaba

Finance and Operations Officer

Shilla Zhou

Office Cleaning Staff

Shilla Zhou

Office Cleaning Staff

Amber Olaleye

Finance Manager


Amber Olaleye


Finance Manager

Meet The Board

Please click on the image to view the bio.

Nomzamo Zondo

Board Chair

Nomzamo Zondo

Board Chair

Adèle Kirsten

Board Secretary

Adèle Kirsten

Board Secretary

Koketso Moeti

Founding Executive Director

Koketso Moeti

Ex-officio

Luke Jordan

Board Member

Luke Jordan

Board Member

Inkxasomali

Indlela esixhaswa ngayo ngemali

Iamandla.mobi ixhaswa ngabanikeli abazimanyanisa nemikhwa esesikweni, oothandabantu, kunye neminikelo emincinane yamalungu ethu. Cofa eli khonkco ukufunda ngokungaphaya ngendlela esixhaswa ngemali ngayo. Abaxhasingemali bethu beminyaka ngeminyaka babandakanya aba balandelayo:

Ingaba kukho umba ekuhlaleni ofuna ukwenza iphulo ngawo? Singakuxhasa umisele kwaye uphehlele iphulo elo.