INkulumbuso yephondo yaseMzantsi Afrika yomboniso bhanyabhanya weLGBTIQ Under the Rainbow
Joyina umenzi womfanekiso bhanyabhanya olibhinqa elithandana namabhinqa elinguMnayijeriya uPamela Adie eAFDA eBraamfontein Werf ngoOkthobha 12, 2019, eyokuqala ngqa inkqubombaliselo yomboniso bhanyabhanya ukuvezwa kwisikrini saseMzantsi Afrika, ‘Under the Rainbow’. Ngexesha kukho iimpawu zenkqubelaphambili, ezinje ngokwenza ukuthandana kwabantu abasini sinye kungabi lulo ulwaphulomthetho lwakutshanje eBotswana, ubomi kuluntu lweLGBTIQ kumazwekazi aseAfrika amaninzi kusenzima – kwaye futhi kuyingozi. Koku […]