Iziphumo zesaveyi yeR350 zibonisa ukuba uSASSA makathathe inyathelo

Nge1 Okthobha 2021, siphehlelele isaveyi ukuhlanganisa ubungqina obufunekayo ukudandalazisa iingxaki ezingundoqo kwaye sibonise uSASSA ukuba mabathabathe amanyathelo. Ezinye zeziphumo zethu ezingundoqo kwisaveyi yezibonelelo zeR350: ● Ngaphezulu kwesiqingatha sabo bafaka izicelo zesibonelelo seR350 zakhatywa. Uninzi lwabo izicelo zabo zakhatywa okanye abazange bakwazi ukuthumela izicelo zabo ngenxa yeemeko zobuchwepheshe ngenkqubo yeSASSA. ● Ama24% abantu athi akuzange kubekho […]