Campaign Updates

UVodacom uthoba amaxabiso edatha

UVodacom uthathe inyathelo elilungileyo apho abhengeze ukuba uza kuthoba amaxabiso edatha ukusukela ku1 Epreli kwaye oku kuthotywa kwamaxabiso kokokuqala. UVodacom uthathe inyathelo elilungileyo apho abhengeze

Read More »

Ihlelo lomlandu weziganeko leData Must Fall

Ukusukela ekuqhankqalazeni ngaphandle kwenkundla ephakamileyo, ukugcwalisa izingeniso zeICASA, ukuhlaba imirhumo ye-out-of-bundle nguVodacom ngoOkthobha 2017, ukuphunyezwa kwemigaqo yeICASA yabasebenzisi kunye noMyalelo weKhomishini yoKhuphiswano yabasebenza ngothungelwano lwezixhobo

Read More »