Updates – isiXhosa

2023 IsiBhengezo samaQabane

Lifikile ixesha!! Sivuya ngokungaphaya ukubhengeza amaqabane ethu aqhuba iphulo, angala (Ukusuka Phezulu ngaseKhohlo ukuya eZantsi ngasekuNene) Palesa Ndlovu, Celokuhle Radebe, Natasha Mhlanga, Ritza Mandleni, Queen

Read More »

UVodacom uthoba amaxabiso edatha

UVodacom uthathe inyathelo elilungileyo apho abhengeze ukuba uza kuthoba amaxabiso edatha ukusukela ku1 Epreli kwaye oku kuthotywa kwamaxabiso kokokuqala. UVodacom uthathe inyathelo elilungileyo apho abhengeze

Read More »

Ihlelo lomlandu weziganeko leData Must Fall

Ukusukela ekuqhankqalazeni ngaphandle kwenkundla ephakamileyo, ukugcwalisa izingeniso zeICASA, ukuhlaba imirhumo ye-out-of-bundle nguVodacom ngoOkthobha 2017, ukuphunyezwa kwemigaqo yeICASA yabasebenzisi kunye noMyalelo weKhomishini yoKhuphiswano yabasebenza ngothungelwano lwezixhobo

Read More »

I-NHI yabantu ibalulekile kwaye inokwenzeka

*Ukwazisa* Siyabulela kuni nonke malungu ethu noomasibambisane bethu ngokunjalo. Sisonke, singenise ngaphezulu kwama170,000 ezingeniso zikawonkewonke kuhlatywa ikhwelo leNHI ebasebenzelayo abantu. Eli linyathelo lokuqala elibalulekileyo ekuqingqeni

Read More »