Press Statements

Isinyanzelo setshekhi ye13 yooMhakhulu

Naphambi kweCOVID-19, inani elikhulu labahlali baseMzantsi Afrika bebesokola ukugxotha ikati eziko kwaye yiyo loo nto babenyanzelisa ukuba imiyinge yesibonelelo inyuke ukufikelela kwizidingo ezisisiseko. Eamandla.mobi, amaphulo

Read More »

IiTop-up zimele ukuba zenziwe zaba sisigxina

IAmandla.mobi idanile ukuba zonke iitop-up ziyapheliswa ngoNovemba. Ukuhlaliswa ngendlu ukuphendula kubhubhane iCOVID-19 kwagqibelela kukuphulukana nemisebenzi kwaye kwabeka iintsapho ezininzi kwindlala1. Uhlalutyo lwe-NIDS-CRAM data2 lubonisa ukuba

Read More »

Buyisa uLeigh-Ann

IAmandla.mobi igadlela ukuthintelwa kweSikhephe samaBhinqa esiya eGaza ihlaba ikhwelo ukuba amakhosikazi asesikhepheni akhululwe, ukuquka nommi waseMzantsi Afrika uLeigh-Ann Naidoo. Iqumrhu loluntu liyaqonda ngokuthintelwa kweSikhephe saMabhinqa

Read More »