Ngena kumbutho wabaNtu abangama
People
owakha uMzantsi onobulungisa noxhomekeke kwiinzame, kwigalelo nakwinkxaso yoluntu jikelele

Wasekwa ngenkolelo yokuba wonke umnxeba ophathwayo ungasisixhobo sokwakha idemokhrasi, iamandla.mobi ngumbutho osakhulayo okhokelwa ngamanina aNtsundu afumana umrholo ophantsi ashenxisela amagunya kuMzantsi onobulungisa noxhomekeke kwiinzame, kwigalelo nakwinkxaso yoluntu jikelele.
Imikhwa esesikweni
Our members
Ngena kuMaphulo eThu
Our latest campaigns
Is there an issue in your community you want to campaign on? We can support you to set up and launch a campaign.
Our Approach

Ukuyila
Yila iphulo, ujolise kubathathizigqibo abalungileyo abanezinyanzelo ezisemxholweni nendlela yokufikelela apho, ngelixa ufumana kwaye uyila amathuba okwenza utshintsho.

Phumeza
Siphumeza iphulo ngokugaya inkxaso ngamanyathelo awohlukahlukeneyo kwaye siququzelele ukwakha uxinzelelo loluntu.

Ngena nzulu
Singena nzulu ukuqinisekisa ukuba iminyango ayinakuze ivaleke, kwaye ugayo lwenkxaso lwethu lungaze luyeke, nokuba ngaba sinyusa uxinzelelo loluntu okanye siqhuba amandla ephulo ngemiba jikelele.
Ingaba kukho umba ekuhlaleni ofuna ukwenza iphulo ngawo? Singakuxhasa umisele kwaye uphehlelele iphulo elo.
Malunga Nathi
Sincede sizise utshintsho
Sicela umngeni kukungabikho kobulungisa ngokudibanisa abahlali bethu ngamaxesha anzima ukuthatha inyathelo ekujoliswe kulo, lentsebenziswano nelesicwangcisoqhinga ukuzisa utshintsho lokwenyani.
Iindaba zeThu
Icandelo leendaba lizinikele ekugxininiseni imisitho egqamileyo namanyathelo athathiweyo ngokuphathelele kuMzantsi onobulungisa oxhomekeke kwiinzame, kwigalelo nakwinkxaso yoluntu jikelele. Oku kuquka ukwaziswa ngamaphulo, iinkcazelo zamaphephandaba, udliwanondlebe kunye namanqakwana abhaliweyo avelisa uluvo lombhali abhalwe ngamalungu eqela leamandla.mobi.
Iziphumo zesaveyi yezibonelelo zoluntu zibonisa isidingo esingaphaya sokunyusa izibonelelo
Siqhube isaveyi ukuqonda nokufumanisa ukuba ingaba iingxaki zintsha okanye ukuba abafumani besibonelelo bahlelwe kokufanayo nezinye izibonelelomali zoluntu. Amalungu amaninzi eamandla.mobi
Iziphumo zika2023 zeSaveyi yamaLungu, sinje ke thina nesizathu sokuba sibe siyalwa
Siqhube isaveyi yamalungu kunyaka ophelileyo ukuqonda ukuba amalungu ethu abandakanya bani na, ahlala phi na kwaye yintoni eyenza ukuba babe
2023 IsiBhengezo samaQabane
Lifikile ixesha!! Sivuya ngokungaphaya ukubhengeza amaqabane ethu aqhuba iphulo, angala (Ukusuka Phezulu ngaseKhohlo ukuya eZantsi ngasekuNene) Palesa Ndlovu, Celokuhle Radebe,
Iziphumo zesaveyi yezibonelelo zoluntu zibonisa isidingo esingaphaya sokunyusa izibonelelo
Siqhube isaveyi ukuqonda nokufumanisa ukuba ingaba iingxaki zintsha okanye ukuba abafumani besibonelelo bahlelwe kokufanayo nezinye izibonelelomali zoluntu. Amalungu amaninzi eamandla.mobi
Iziphumo zika2023 zeSaveyi yamaLungu, sinje ke thina nesizathu sokuba sibe siyalwa
Siqhube isaveyi yamalungu kunyaka ophelileyo ukuqonda ukuba amalungu ethu abandakanya bani na, ahlala phi na kwaye yintoni eyenza ukuba babe
Impact

Amanyathelo enkxaso
Amaphulo akhokelwa nguwe

Ungeniso lwezimvo/ukunika amanqakwana kwabahlali
Ubomi buphenjelelwa ngokwakhayo
Sincede ukwakha uMzantsi onobulungisa noxhomekeke kwiinzame, kwigalelo nakwinkxaso yoluntu jikelele.
Amanqakwana amva
Iziphumo zesaveyi yezibonelelo zoluntu zibonisa isidingo esingaphaya sokunyusa izibonelelo
Siqhube isaveyi ukuqonda nokufumanisa ukuba ingaba iingxaki zintsha okanye ukuba abafumani besibonelelo bahlelwe kokufanayo nezinye izibonelelomali zoluntu. Amalungu amaninzi eamandla.mobi ancedisa ekutshutshiseni kuMongameli Ramaphosa ukuba
Iziphumo zika2023 zeSaveyi yamaLungu, sinje ke thina nesizathu sokuba sibe siyalwa
Siqhube isaveyi yamalungu kunyaka ophelileyo ukuqonda ukuba amalungu ethu abandakanya bani na, ahlala phi na kwaye yintoni eyenza ukuba babe bangamalungu eamandla.mobi. Ezi mpendulo ke
2023 IsiBhengezo samaQabane
Lifikile ixesha!! Sivuya ngokungaphaya ukubhengeza amaqabane ethu aqhuba iphulo, angala (Ukusuka Phezulu ngaseKhohlo ukuya eZantsi ngasekuNene) Palesa Ndlovu, Celokuhle Radebe, Natasha Mhlanga, Ritza Mandleni, Queen